1
Amaculo 118:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Le yimini eyenziweyo NGUYEHOVA; siya kugcoba sivuye ngayo.
Compare
Explore Amaculo 118:24
2
Amaculo 118:6
UYEHOVA ungecala lam, andiyi kwoyika; umntu angenza nto nina kum?
Explore Amaculo 118:6
3
Amaculo 118:8
Kulungile ukupepela KUYEHOVA, pezu kwokokuba kutenjelwe emntwini.
Explore Amaculo 118:8
4
Amaculo 118:5
Ndabizela KUYEHOVA ndisesixingweni: UYEHOVA wandipendula wandibeka endaweni ebanzi.
Explore Amaculo 118:5
5
Amaculo 118:29
Bulelani KUYEHOVA, ngokuba elungile; ngokuba ububele bake bungunapakade.
Explore Amaculo 118:29
6
Amaculo 118:1
BULELANI KUYEHOVA, ngokuba elungile; ngokuba ububele bake bungunapakade.
Explore Amaculo 118:1
7
Amaculo 118:14
UYEHOVA ungamandla am, neculo lam, wada waba lusindiso kum.
Explore Amaculo 118:14
8
Amaculo 118:9
Kulungile ukupepela KUYEHOVA, pezu kwokokuba kutenjelwe ezinkosini.
Explore Amaculo 118:9
9
Amaculo 118:22
Ilitye babelilahlile abaki, laba yintloko yegumbi.
Explore Amaculo 118:22
Home
Bible
Plans
Videos