1
Amaculo 136:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
BULELANI KUYEHOVA, ngokuba elungile: ngokuba ububele bake bungunapakade.
Compare
Explore Amaculo 136:1
2
Amaculo 136:26
Bulelani kuye UTIXO wezulu: ngokuba ububele bake bungunapakade.
Explore Amaculo 136:26
3
Amaculo 136:2
Bulelani KUTIXO katixo: ngokuba ububele bake bungunapakade.
Explore Amaculo 136:2
4
Amaculo 136:3
Bulelani KWINKOSI kankosi: ngokuba ububele bake bungunapakade.
Explore Amaculo 136:3
Home
Bible
Plans
Videos