1
Amaculo 45:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Uyatanda ubulungisa, uyatiya inkohlakalo; ngako oko UTIXO, kwa UTIXO wako, ukutambisile ngeoli yovuyo ngapezu kwabalingane bako.
Compare
Explore Amaculo 45:7
2
Amaculo 45:6
Isihlalo sako sobukumkani. TIXO! singunapakade kanapakade; intonga yobukumkani bako yintonga yokulunga.
Explore Amaculo 45:6
3
Amaculo 45:17
Ndiya kwenza igama lako likunjulwe kuzo zonke izizukulwana: zoti ngoko izizwe zibulele kuwe kude kube ngunapakade kanapakade.
Explore Amaculo 45:17
Home
Bible
Plans
Videos