1
Amaculo 46:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Yekani, nazi ke ukuba ndi NGUTIXO mna: ndiya kupakanyiswa ezizweni, ndiya kupakanyiswa emhlabeni.
Compare
Explore Amaculo 46:10
2
Amaculo 46:1-2
UTIXO uyindawo yokupepela namandla kuti: ungumncedi okoyo kakulu ezimbandezelweni. Soti ngoko singoyiki ekuguqulweni kwomhlaba, nasekushukunyisweni kwentaba pakati kwolwandle
Explore Amaculo 46:1-2
3
Amaculo 46:4-5
Kuko umlambo, imijelo yawo iya kuvuyisa isixeko SIKATIXO, indawo eyingcwele yetabanakele zopezu konke. UTIXO upakati kwaso; asiyi kushukunyiswa: UTIXO uya kusinceda kwa kusaza kusa.
Explore Amaculo 46:4-5
4
Amaculo 46:9
Uyapelisa imfazwe kude kube sencameni yomhlaba; uyapula isipeta, anqamle intshuntshe; inqwelo zokulwa uyazitshisa emlilweni.
Explore Amaculo 46:9
Home
Bible
Plans
Videos