1
Amaculo 49:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Umntu oseludunyweni, engaqondi, uyafana nenkomo ezitshabalalayo.
Compare
Explore Amaculo 49:20
2
Amaculo 49:15
Kodwa UTIXO uya kukulula umpefumlo wam emandleni encw̔aba; ngokuba eya kundamkela. Sela.
Explore Amaculo 49:15
3
Amaculo 49:16-17
Ungoyiki nxa umntu wenziwa isityebi; nxa bunokwandiswa ubungcwalisa bendlu yake: ngokuba engayi kumka nanto akufa; ubungcwalisa bake abuyi kuhla emva kwake.
Explore Amaculo 49:16-17
Home
Bible
Plans
Videos