1
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 3:12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yanga ke iNkosi inganandisa, niphuphume eluthandweni, omnye komnye nakubo bonke, kwanjengokuba sisenjenjalo kuni
Compare
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 3:12
2
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 3:13
ukuze izizimase iintliziyo zenu, zingabi nakusoleka, zibe ngcwele phambi koThixo uBawo wethu, ekufikeni kweNkosi yethu uYesu Kristu nabo bonke abangcwele bayo.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 3:13
3
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 3:7
Sithuthuzelekile ngoko, bazalwana, ngani, kuyo yonke imbandezelo nembandezelo yethu, ngalo ukholo lwenu
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 3:7
Home
Bible
Plans
Videos