1
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
sandule thina babudlayo ubomi, basaseleyo, sixwilelwe emafini kwakunye nabo, siye kuyikhawulela iNkosi esibhakabhakeni; size ngokunjalo sihlale sihleli, sindawonye neNkosi.
Compare
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:17
2
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:16
Ngokuba iNkosi ngokwayo iya kuhla emazulwini inendanduluko, inelizwi lesiphatha-zithunywa, inexilongo likaThixo, baze abafele kuKristu bavuke kuqala
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:16
3
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:3-4
Kuba oku kukuthanda kukaThixo, ukungcwaliswa kwenu, ukuba nikhumke kulo uhenyuzo; ukuze elowo kuni akwazi ukusizuza asiphathe esakhe isitya enobungcwalisa, enembeko
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:3-4
4
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:14
Kuba xa sikholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka, kwangokunjalo naye uThixo woza nabo abalele ukufa ngaye uYesu, kunye naye.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:14
5
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:11
Nikhuthalele ukuzola, nenze imicimbi yenu, nisebenze ngezandla zenu, njengoko saniwisela umthetho ngako
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:11
6
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:7
Kuba uThixo akasibizelanga ekungcoleni; usibizele ebungcwaliseni.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 4:7
Home
Bible
Plans
Videos