1
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:16-18
Contemporary Xhosa Bible 2024
Vuyani amaxesha onke; Thandazani ningaphezi; Ezintweni zonke bulelani; kuba oko kukuthanda kukaThixo kuKristu Yesu ngani.
Compare
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:16-18
2
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:23-24
Wanga ke uThixo woxolo ngokwakhe anganingcwalisa niphelelisekile; uthi, ugqibelele owenu umoya nomphefumlo nomzimba, ugcinwe ngokungenakusoleka ekufikeni kweNkosi yethu uYesu Kristu. Uthembekile onibizayo, oya kukwenza nokukwenza oko.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:23-24
3
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:15
Lumkani, kungabikho bani ubuyekeza ububi ngobubi nakubani; hlalani niphuthuma okulungileyo omnye komnye, nakubantu bonke.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:15
4
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:11
Kungoko ndithi, Thuthuzelanani, nakhane, kwanjengokuba nisenjenjalo.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:11
5
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:14
Siyanicela ke, bazalwana, bakhalimeleni abanxaxhayo, bathuthuzeleni abathambileyo
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:14
6
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:9
Kuba uThixo akasimiselanga ngqumbo; usimisele ukuzuza usindiso ngayo iNkosi yethu uYesu Kristu
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:9
7
KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:5
Nina nonke ningoonyana bokukhanya, ningabantwana bemini; asingabobusuku, asingabobumnyama.
Explore KwabaseTesalonika 1 KwabaseTesalonika 1 – 5:5
Home
Bible
Plans
Videos