1
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yilwa umlo omhle wokholo, bubambe ubomi obungunaphakade, owabizelwa kubo, waza wenza uvumo lwasesidlangalaleni oluhle phambi kwamangqina amaninzi.
Compare
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:12
2
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:10
Kuba ukuthanda imali yingcambu yeento zonke ezimbi: abathe abathile, ngokuzolukileyo, balahlekana nokholo, bazibhodloza ngobuhlungu obuninzi.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:10
3
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:6
Ke kona ukuhlonela uThixo, kundawonye nokwanela, kusekeleze inzuzo enkulu.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:6
4
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:7
Kuba sibe singangenanga nanto ehlabathini; kananjalo asinakuphuma nanto.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:7
5
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:17
Bathethele abazizityebi kweli hlabathi ukuba bangaphakami, bangathembeli butyebini bungagqalekiyo, mabathembele kuThixo ophilileyo, obeka phambi kwethu zonke izinto ngokobutyebi, ukuba zidliwe
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:17
6
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:9
Abo banga bangaba zizityebi, beyela ekuhendweni, nasesibatheni, nasezinkanukweni ezininzi ezibubudenge ezenzakalisayo; zona zibatshonisayo abantu ekonakaleni, nasekutshabalaleni.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:9
7
KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:18-19
benze okulungileyo, babe zizityebi zemisebenzi emihle, babe nokwaba, babe nobudlelane; baziqwebele isiseko esihle, base exesheni eliza kuza, ukuze babubambe ubomi obungunaphakade.
Explore KuTimoti 1 KuTimoti 1 – 6:18-19
Home
Bible
Plans
Videos