1
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuba uThixo akasinikanga moya wabugwala; koko ngamandla, nangothando, nangengqondo ephilileyo.
Compare
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:7
2
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:9
owasisindisayo, wasibiza ngobizo olungcwele, engenzi ngokwemisebenzi yethu, esenza ngokweyakhe ingqibo, nobabalo, esababalwa ngalo ngoKristu Yesu phambi kwamaxesha aphakade.
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:9
3
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:6
Endithi ngenxa yelo thuba ndikukhumbuze, ukuba usikhwezele isipho sokubabalwa kwakho nguThixo, esikhoyo kuwe ngokubekwa kwezandla zam phezu kwakho.
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:6
4
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:8
Ngoko ke musa ukuba nazintloni ngabo ubungqina beNkosi yethu, nangam, mna mbanjwa wayo
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:8
5
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:12
Kungenxa yoko le nto ndibandezelekayo; noko ke andinazintloni, kuba ndiyamazi endikholiweyo nguye; kananjalo ndeyisekile kukuba unako ukuyigcina into endimphathisileyo, ese kuloo mini.
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 1:12
Home
Bible
Plans
Videos