1
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:15
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kukhuthalele ukuzimisa phambi koThixo ucikidekile, ungumsebénzi ongenazintloni, ulungisa ukulahlula ilizwi lenyaniso.
Compare
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:15
2
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:22
Ke zibaleke iinkanuko zobutsha, phuthuma ubulungisa, ukholo, uthando, uxolo nabo bayinqulayo iNkosi ngokwasentliziyweni ehlambulukileyo.
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:22
3
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:24
Ke umkhonzi weNkosi akamele kusukuzana; kodwa abe nokuthantamisa kubo bonke, enokufundisa, enomonde
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:24
4
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:13
Ukuba asikholwa, yena uhleli ethembekile; akanako ukuzikhanyeza.
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:13
5
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:25
Uyabaqeqesha ngobulali abo baphikayo; ukuba mhlawumbi uThixo angabanika inguquko esa ekuyazini inyaniso
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:25
6
KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:16
Ke zona iintetho ezingento, ezihlambelayo, zinxweme; kuba ziya kuhambela phambili kokukhona kungahloneli Thixo.
Explore KuTimoti 2 KuTimoti 2 – 2:16
Home
Bible
Plans
Videos