1
KwabaseKolose KwabaseKolose 4:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ukuthetha kwenu makuhlale kumnandi, kuvakalisiwe ngetyuwa, ukuze nazi ukuba nimelwe kukuthini na ukuphendula bonke ngabanye.
Compare
Explore KwabaseKolose KwabaseKolose 4:6
2
KwabaseKolose KwabaseKolose 4:2
Hlalani nithandaza, nizilinde kuko oko ninombulelo
Explore KwabaseKolose KwabaseKolose 4:2
3
KwabaseKolose KwabaseKolose 4:5
Hambani ngobulumko ngakwabo bangaphandle, nilonga ixesha eli.
Explore KwabaseKolose KwabaseKolose 4:5
Home
Bible
Plans
Videos