1
KumaHebhere KumaHebhere 1:3
Contemporary Xhosa Bible 2024
othe, elubengezelo lobuqaqawuli bakhe, nombhalo wenkqu yakhe, ezithwele nokuzithwala zonke izinto ngalo ilizwi lamandla akhe, wesuka, akuba eyenzile ngokwakhe intlambululo yezono, wahlala phantsi ngasekunene kobuKhulu, enyangweni
Compare
Explore KumaHebhere KumaHebhere 1:3
2
KumaHebhere KumaHebhere 1:1-2
uThixo wayethethile nje kudala, nangeendlela ezininzi, koobawo ngabo oobawo ngabaprofeti; Ngale mihla yokugqibela uthe wathetha nathi ngoNyana wakhe, awammisayo ukuba abe yindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wawenza amahlabathi
Explore KumaHebhere KumaHebhere 1:1-2
3
KumaHebhere KumaHebhere 1:14
Azingabo na zonke oomoya ababusayo, zithunywe ukuba zilungiselele abo baza kuba ziindlalifa zosindiso?
Explore KumaHebhere KumaHebhere 1:14
4
KumaHebhere KumaHebhere 1:10-11
Kananjalo wathi, Wena, Nkosi, waliseka ihlabathi kwasekuqalekeni; Liyimisebenzi yezandla zakho izulu; Ezo zinto ziya kutshabalala; ke wena uhlala uhleli; Aye onke njengengubo eya konakala
Explore KumaHebhere KumaHebhere 1:10-11
Home
Bible
Plans
Videos