1
KuFilemon KuFilemon 1:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
ukuze ubudlelane bokholo lwakho bube nokusebenza ngokwazi konke okulungileyo okukuni, okuKristu Yesu.
Compare
Explore KuFilemon KuFilemon 1:6
2
KuFilemon KuFilemon 1:7
Kuba sinovuyo nothuthuzeleko olukhulu ngalo uthando lwakho, ngokuba izibilini zabangcwele ziphunyuziwe ngawe, mzalwana.
Explore KuFilemon KuFilemon 1:7
3
KuFilemon KuFilemon 1:4
Ndihlala ndibulela kuye uThixo wam, ndikukhankanya emithandazweni yam ngamaxesha onke
Explore KuFilemon KuFilemon 1:4
Home
Bible
Plans
Videos