1
KumaHebhere KumaHebhere 8:12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokuba ndiya kukuxolela ukungalungisi kwabo, Nezono zabo, nokuchasa kwabo umthetho, ndingabi sakukhumbula.
Compare
Explore KumaHebhere KumaHebhere 8:12
2
KumaHebhere KumaHebhere 8:10
Nguwo lo umnqophiso, endiya kuwenza nendlu kaSirayeli emva kwaloo mihla, utsho uYehova; ndiya kuyibeka imithetho yam engqondweni yabo, ndiyibhale ezintliziyweni zabo, ndibe nguThixo wabo, babe ngabantu bam
Explore KumaHebhere KumaHebhere 8:10
3
KumaHebhere KumaHebhere 8:11
Kanjalo abayi kukha bafundise elowo ummelwane wakhe, elowo umzalwana wakhe, esithi, Yazi iNkosi; ngokuba baya kundazi bonke, bethabathela komncinane base komkhulu.
Explore KumaHebhere KumaHebhere 8:11
4
KumaHebhere KumaHebhere 8:8
Kuba uthi, esola, Yabona, kuza imihla, itsho iNkosi, endiya kwenza umnqophiso omtsha nendlu kaSirayeli, nendlu kaYuda
Explore KumaHebhere KumaHebhere 8:8
5
KumaHebhere KumaHebhere 8:1
Ke kaloku, eyona nto ibalulekileyo kwezi zinto sizithethileyo: Sinombingeleli omkhulu onje, othe wahlala phantsi ngasekunene kwetrone yobuKhulu emazulwini
Explore KumaHebhere KumaHebhere 8:1
Home
Bible
Plans
Videos