1
uMalaki uMalaki 4:5-6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yabonani, ndiya kuthumela kuni uEliya umprofeti, ingekafiki imini enkulu eyoyikekayo kaYehova. Woyibuyisela intliziyo yooyise koonyana, neentliziyo zoonyana kooyise, ukuze ndingezi, ndilibethe ihlabathi ngobubi.
Compare
Explore uMalaki uMalaki 4:5-6
2
uMalaki uMalaki 4:1
Ngokuba nalo ilanga liphuma livutha njengelanga; basuke bonke abakhukhumeleyo, nabo bonke abenza ubutshinga, babe njengeendiza
Explore uMalaki uMalaki 4:1
Home
Bible
Plans
Videos