1
uMateyu uMateyu 25:40
Contemporary Xhosa Bible 2024
Aze aphendule ukumkani athi kuwo, Inene ndithi kuni, Ekubeni nithe nenjenjalo nakomnye waba bazalwana bam bangabona bangabona bancinane, nenjenjalo nakum.
Compare
Explore uMateyu uMateyu 25:40
2
uMateyu uMateyu 25:21
Yathi ke kuye inkosi yakhe, Hee ke, mkhonzi ulungileyo, uthembekileyo! Ubuthembekile kwiinto ezimbalwa; ndiya kukumisa phezu kweento ezininzi; ngena eluvuyweni lwenkosi yakho.
Explore uMateyu uMateyu 25:21
3
uMateyu uMateyu 25:29
Kuba wonke umntu onako Uya kunikwa, abe nako ngokugqithiseleyo; ke ongenako, uya kuhluthwa kwanoko anako.
Explore uMateyu uMateyu 25:29
4
uMateyu uMateyu 25:13
Phaphani ngoko, ngokuba ningayazi imini kwanalo ilixa.
Explore uMateyu uMateyu 25:13
5
uMateyu uMateyu 25:35
Kuba ndalamba, nandipha ukudla; ndanxanwa, nandiseza; ndandingowasemzini, nandingenisa endlwini
Explore uMateyu uMateyu 25:35
6
uMateyu uMateyu 25:23
Yathi kuye inkosi yakhe, Hee ke, mkhonzi ulungileyo, uthembekileyo! Ubuthembekile kwiinto ezimbalwa; ndiya kukumisa phezu kweento ezininzi; ngena eluvuyweni lwenkosi yakho.
Explore uMateyu uMateyu 25:23
7
uMateyu uMateyu 25:36
ndandize, nandambesa; ndandisifa, nandivelela; ndandisentolongweni, neza kum.
Explore uMateyu uMateyu 25:36
Home
Bible
Plans
Videos