UISAYA 48:17-18
UISAYA 48:17-18 XHO96
Utsho ke *uNdikhoyo, uMkhululi wakho, uYedwa kaSirayeli: “Mna ndinguNdikhoyo uThixo wakho. Ndikufundisa nje kaloku ndiyakunceda; ndikufaka endleleni ekufaneleyo. Akwaba wawuyiphulaphule imiyalelo yam. Ngelumpompoza njengamanzi uloyiso lwakho, budlobe okwamaza ubulungisa bakho.