Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:8-10
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Efese 2:8-10 XHO1902A
Ngokuba nisindiswe lufefe ngalo ukolo; kungaveli nje oku ngokwenu, kusisipo SIKATIXO; kungengemisebenzi, ukuze kungaqa̔yiswa mntu: ngokuba sisisenzwa sake, sidalelwe imisebenzi elungileyo ku‐Kristu Yesu, eyabilungiselelwa pambili NGUTIXO, ukuze sihambe kuyo.