YouVersion Logo
Search Icon

I‐Genesise 35:11-12

I‐Genesise 35:11-12 XHO1902A

Wati UTIXO kuye: Mna ndi NGUTIXO onamandla onke; cuma, wande nokwanda; isizwe, kwa nomhlambi wezizwe uya kuvela kuwe, nokumkani baya kupuma esinqeni sako; nelilizwe endalinika ku‐Abrahame naku‐Yisake, ndolinika kuwe; nenzalo yako emva kwako ndiya kunika elilizwe nakuyo.