Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:1-2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Hebere 1:1-2 XHO1902A
NGEZAHLULO ezininzi nangendawo ezininzi etetile nje UTIXO kudala kubo obawo ngabo abaprofite, ute kulemihla yokugqibela wateta kuti NGONYANA, ammisileyo ukuba yindlalifa yezinto zonke, okungaye kanjalo wawenza amazwe akoyo





