U‐Yisaya 51:7
U‐Yisaya 51:7 XHO1902A
Pulapulani kum, nina nibaziyo ubulungisa, abantu umteto wam usezintliziyweni zabo! ningoyiki ukugxeka kwabantu, kanjalo ningetuswa zizituko zabo.