Ivangeli ka‐Maraki 12:33
Ivangeli ka‐Maraki 12:33 XHO1902A
nokutanda yena ngayo yonke intliziyo, nangayo yonke ingqondo, nangawo wonke umpefumlo, nangawo onke amandla, nokutanda ummelwane njengoko umntu azitanda ngako, kuyinto enkulu kuwo onke amadini okutshiswa nemibingo.