YouVersion Logo
Search Icon

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 16:25-27

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 16:25-27 XHO1902A

Kekaloku kulowo unamandla okuniqinisa njengokwevangeli yam nokushunyayelwa kuka‐Yesu Kristu, njengokwokutyilwa kwemfihlakalo, ebitiwe cwaka emaxesheni akudala, ete kodwa yabonakaliswa kaloku nje, yaziswa ngazo iziba̔lo zabaprofite, njengokwomyolelo wake UTIXO ongunapakade, kuzo zonke intlanga kube kukuva kwokolo: KUTIXO okupela kwolumkileyo, ngaye u‐Yesu Kristu, okuye makubeko ubungcwalisa kude kube ngunapakade. Amene.