KwabaseKorinte 1 8:1-2
KwabaseKorinte 1 8:1-2 CXB24
Ke kaloku, ngeendawo zamadini enziwa kwizithixo, ndithi, Siyazi ukuba sinokwazi sonke. Ulwazi luyakhukhumalisa, ke lona uthando luyakha. Ukuba umntu uba wazi nto, akakazi nento ngoko amelwe kukwazi ngako.