KwabaseKorinte 1 9:25-26
KwabaseKorinte 1 9:25-26 CXB24
Bonke ke abantu abazamayo, baba ziingcathu ezintweni zonke. Oko ke ukuze bazuze isithsaba esinokonakala; ke thina, singenakonakala. Mna ke ngoko ndenjenjalo ukubaleka, ndingangi andiqondi; ndenjenjalo ukulwa, ndingangi ndibetha umoya