uMateyu 14:16-17
uMateyu 14:16-17 CXB24
Wathi kubo uYesu, Akufuneki ukuba zimke; zipheni nina zitye. Bathi ke bona kuye, Asinanto apha, ingezizo izonka ezihlanu neentlanzi ezimbini.