KwabaseRoma 11:5-6
KwabaseRoma 11:5-6 CXB24
Ngokukwanjalo ke ngoko, nakweli xesha lakalokunje, kukho amasalela ngokonyulo lobabalo. Ukuba ke kungobabalo, akusengamisebenzi; okanye ubabalo alungebi saba lubabalo. Ukuba ke kungokwasemisebenzini, akuselubabalo; okanye umsebenzi awusengumsebenzi.