1
EYEZIQALO 25:23
IBHAYIBHILE
“Uthwele izizwe ezibini; uya kuzala iintlanga ezahlukeneyo, olunye longamele olunye, omkhulu abe phantsi komncinci. ”
Compare
Explore EYEZIQALO 25:23
2
EYEZIQALO 25:30
Wathi kuYakobi: “Mfo, andilambe ngako! Khawundiphe kuloo nto ibomvu uyiphekileyo.” Yiyo loo nto uEsawu ekwabizwa ngokuthi nguEdom.
Explore EYEZIQALO 25:30
3
EYEZIQALO 25:21
URabheka wayengazali; uIsake wamthandazela *kuNdikhoyo. Weviwa umthandazo wakhe nguNdikhoyo, wathatha uRabheka.
Explore EYEZIQALO 25:21
4
EYEZIQALO 25:32-33
Uthe uEsawu: “Mfondini, ndiyafa! Buza kundenzela ntoni obu buzibulo uthetha ngabo?” Uthe uYakobi: “Funga kuqala ukuba uza kundinika ubuzibulo.” Wafunga ke uEsawu, enikezela ngobuzibulo bakhe kuYakobi.
Explore EYEZIQALO 25:32-33
5
EYEZIQALO 25:26
Elincinci lavela libambelele nkqi esithendeni sikaEsawu, kwathiwa ke lona nguYakobi. Ukuzalwa kwala mawele uIsake wayeselemashumi mathandathu ubudala.
Explore EYEZIQALO 25:26
6
EYEZIQALO 25:28
UIsake wayethanda uEsawu, kuba wayemana emzisela inyama yeenyamakazi. URabheka yena wayethanda uYakobi.
Explore EYEZIQALO 25:28
Home
Bible
Plans
Videos