1
IGENESIS 4:7
IZIBHALO EZINGCWELE
Ukuba uthe walungisa, abuyi kuswabuluka ubuso yini na? Ukuba uthe akwalungisa, isono sibúthumile ngasesangweni, singxamele wena; ke wena, sílawule.
مقایسه
IGENESIS 4:7 را جستجو کنید
2
IGENESIS 4:26
USete naye wazalelwa unyana, wathi igama lakhe nguEnoshe. Kwaqalwa oko ukunqulwa igama likaYehova.
IGENESIS 4:26 را جستجو کنید
3
IGENESIS 4:9
Wathi uYehova kuKayin, Úphi na uAbheli, umninawa wakho? Wathi yena, Andazi; ndingumgcini womninawa wam, yini na?
IGENESIS 4:9 را جستجو کنید
4
IGENESIS 4:10
Wathi, Wenzé ntoni na? Izwi legazi lomninawa wakho liyakhala emhlabeni kum.
IGENESIS 4:10 را جستجو کنید
5
IGENESIS 4:15
Wathi uYehova kuye, Xa kunjalo, bonke ababulala uKayin kophindezelwa kubo kasixhenxe. UYehova wammisela uKayin umqondiso, ukuze bonke abamfumanayo bangamsiki.
IGENESIS 4:15 را جستجو کنید
خانه
كتابمقدس
برنامههای مطالعه
ویدیوها