1
EYEZIQALO 7:1
IBHAYIBHILE
XHO96
Wathi ke *uNdikhoyo kuNowa: “Ngena enqanaweni nomkakho kunye nosapho lwakho. Ndiphawule ukuba nguwe wedwa kwesi sizukulwana olilungisa.
Konpare
Eksplore EYEZIQALO 7:1
2
EYEZIQALO 7:24
Kwada kwaba likhulu linamashumi mahlanu eentsuku engathothi loo manzi.
Eksplore EYEZIQALO 7:24
3
EYEZIQALO 7:11
Wayemakhulu mathandathu ubudala uNowa, ingumhla weshumi elinesixhenxe kwinyanga yesibini xa kwakugqabhuka imithombo yamanzi angaphantsi komhlaba, kuvuleka nemivalo yemisinga esesibhakabhakeni.
Eksplore EYEZIQALO 7:11
4
EYEZIQALO 7:23
Kwatshatyalaliswa yonke into ephilayo elizweni: abantu, neenyamakazi, neentaka. Kwasala uNowa kunye nabo babesenqanaweni kunye naye.
Eksplore EYEZIQALO 7:23
5
EYEZIQALO 7:12
Yatsho izandyondyo imvula iintsuku ezimashumi mane nobusuku bazo.
Eksplore EYEZIQALO 7:12
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo