EYEZIQALO 5:24
EYEZIQALO 5:24 XHO96
Wayesoloko enobudlelane noThixo ngalo lonke elo xesha. Kamva ke wathi shwaka akaziwa apho akhoyo, kuba wayethathwe nguThixo.