1
uYohane uYohane 2:11
Contemporary Xhosa Bible 2024
Lo mqondiso wakhe wokuqala uYesu wawenza eKana yelaseGalili, walubonakalalisa uzuko lwakhe; bakholwa kuye abafundi bakhe.
Харьцуулах
uYohane uYohane 2:11 г судлах
2
uYohane uYohane 2:4
Uthi uYesu kuye, Yintoni na enam nawe, mfazi? ilixa lam alikafiki.
uYohane uYohane 2:4 г судлах
3
uYohane uYohane 2:7-8
Athi kubo uYesu, Yizaliseni imiphanda ngamanzi. Bazizalisa zada zafikelela eludinini. Athi kubo, Yikhani ngoku, nise kwinjoli. Bayithwala ke.
uYohane uYohane 2:7-8 г судлах
4
uYohane uYohane 2:19
Waphendula uYesu wathi kubo, Yichitheni le tempile, mna ke ndiya kuyivusa ngeentsuku ezintathu.
uYohane uYohane 2:19 г судлах
5
uYohane uYohane 2:15-16
Wenze iziniya ngentambo, wabakhupha bonke etempileni, kwanezimvu neenkomo; wayiphalaza imali yabananisi, wazibhukuqa neetafile; Waza wathi nakwabo bathengisa ngamahobe: “Zikhupheni apha ezi zinto; musani ukuyenza indlu kaBawo indlu yokuthengisela.
uYohane uYohane 2:15-16 г судлах
Нүүр хуудас
Библи
Тѳлѳвлѳгѳѳ
Видео