1
uYohane uYohane 4:24
Contemporary Xhosa Bible 2024
uThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo bamelwe kukumnqula ngoMoya nangenyaniso.
Харьцуулах
uYohane uYohane 4:24 г судлах
2
uYohane uYohane 4:23
Kodwa kuza ilixa, nangoku selikho, xa abanquli abayinyaniso baya kumnqula uBawo ngoMoya nangenyaniso; kuba uBawo ufuna abanjalo ukumnqula.
uYohane uYohane 4:23 г судлах
3
uYohane uYohane 4:14
ke yena othe wasela kuwo amanzi, endiya kumpha wona mna, akasayi kuza anxanwe naphakade; kodwa amanzi, endiya kumpha wona, aya kuba kuye iqula lamanzi ampompozela ebomini obungunaphakade.
uYohane uYohane 4:14 г судлах
4
uYohane uYohane 4:10
Waphendula uYesu wathi kuyo, Ukuba ubusazi isipho sikaThixo, nokuba ngubani na lo uthi kuwe, Ndiphe ndisele; unge ucele kuye wena, wakupha amanzi aphilileyo.
uYohane uYohane 4:10 г судлах
5
uYohane uYohane 4:34
Athi uYesu kubo, Okwam ukudla kukuba ndenze ukuthanda kowandithumayo, ndiwufeze umsebenzi wakhe.
uYohane uYohane 4:34 г судлах
6
uYohane uYohane 4:11
Ithi intokazi kuye, Nkosi, akunanto yakukha, nequla linzulu; uwazuza phi na ke amanzi aphilileyo lawo?
uYohane uYohane 4:11 г судлах
7
uYohane uYohane 4:25-26
Ithi intokazi kuye, Ndiyazi ukuba uMesiya uyeza, ekuthiwa nguKristu; xa athe weza yena, uya kusityela izinto zonke. Athi uYesu kuye, Mna ndithethayo nawe ndinguye.
uYohane uYohane 4:25-26 г судлах
8
uYohane uYohane 4:29
Yizani, nibone umntu ondixelele izinto zonke endakha ndazenza; lo akangebi nguye uKristu yini na?
uYohane uYohane 4:29 г судлах
Нүүр хуудас
Библи
Тѳлѳвлѳгѳѳ
Видео