1
I‐Genesise 43:23
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
XHO1902A
Yayisiti: Uxolo lube kuni, ningoyiki! UTIXO wenu, NOTIXO woyihlo, unipile indyebo ezinxoweni zenu; imali yenu yabisiza kum. Yaza yamkupela kuwo u‐Simone.
Bandingkan
Selidiki I‐Genesise 43:23
2
I‐Genesise 43:30
Waselenxama u‐Josefe; ngokuba umbilini wake wauvuta pezu kwomninawe wake: wada wafuna indawo yokulila; waya wangena enkambilini yapakati, walila apo ke.
Selidiki I‐Genesise 43:30