1
UYOHANE 2:11
IZIBHALO EZINGCWELE
Oku kuqaleka kwemiqondiso wakwenza uYesu eKana yelaseGalili, walubonakalalisa uzuko lwakhe; bakholwa kuye abafundi bakhe.
ႏွိုင္းယွဥ္
UYOHANE 2:11ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
2
UYOHANE 2:4
Uthi uYesu kuye, Yintoni na enam nawe, mfazi? Alikafiki ilixa lam.
UYOHANE 2:4ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
3
UYOHANE 2:7-8
Athi kubo uYesu, Yizaliseni imiphanda ngamanzi. Bayizalisa ke, yada yee cike. Athi kubo, Yikhani ngoku, nise kwinjoli. Besa ke.
UYOHANE 2:7-8ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
4
UYOHANE 2:19
Waphendula uYesu wathi kubo, Yichitheni le tempile, mna ke ndiya kuyivusa ngeentsuku ezintathu.
UYOHANE 2:19ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
5
UYOHANE 2:15-16
Wenza iziniya ngemizí, wabakhupha bonke etempileni, kwanezimvu neenkomo; wayiphalaza imali yabananisi, wazibhukuqa neetafile; wathi nakwabo bathengisa ngamahobe, Ezi zinto zisuseni apha; musani ukuyenza indlu kaBawo indlu yokuthengisela.
UYOHANE 2:15-16ရွာေဖြေလ့လာလိုက္ပါ။
ပင္မစာမ်က္ႏွာ
သမၼာက်မ္းစာ
အစီအစဥ္မ်ား
ဗီဒီယိုမ်ား