Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 18:20-21

I‐Kesodusi 18:20-21 XHO1902A

uze ubafundise imimiso nemiteto, ubazise indlela abaya kuhamba ngayo, nomsebenzi abaya kuwenza. Kanjako uya kufuna kubo bonke abantu amadoda omeleleyo, amoyikayo UTIXO, amadoda enyaniso, ayitiyayo inzuzo ekohlakeleyo; uwabeke pezu kwabo, abe ngabapati bamawaka, nabapati bamakulu, nabapati bamashumi mahlanu, nabapati bamashumi manye

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 18:20-21