I‐Kesodusi 20:17
I‐Kesodusi 20:17 XHO1902A
Akuyi kunqwenela indlu yommelwane wako, akuyi kunqwenela umfazi wommelwane wako, nesicaka sake, nesicakakazi sake, nenkabi yake, neqwaṙashe lake, nanye into eyeyommelwane wako.