I‐Kesodusi 20:4-5
I‐Kesodusi 20:4-5 XHO1902A
Akuyi kuzenzela umfanekiso oqingqiweyo, nanye into efana nesezulwini pezulu, nesemhlabeni pantsi apa, nesemanzini pantsi kwomhlaba: akuyi kutoba pambi kwazo; akuyi kuzikonza kanjalo: ngokuba mna YEHOVA, UTIXO wako, ndi NGUTIXO onekwele, ndiyohlwayela inkohlakalo yoyise pezu kwabantwana, pezu kwesesitatu napezu kwesesine isizukulwana sabanditiyayo