I‐Kesodusi 28:4
I‐Kesodusi 28:4 XHO1902A
Zizo ezi izivato baya kuzenza: yimbeka, neyefodi, nengubo, nehempe epetiweyo, unkontsho noqwemesha; izivato ezingcwele bozenzela u‐Arone, umkuluwe wako, nonyana bake, ukuze andikonze ngobuperisite.