Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 29:45-46

I‐Kesodusi 29:45-46 XHO1902A

Ndandiya kuhlala pakati kwosapo luka‐Sirayeli, ndize ndibe NGUTIXO walo. Luya kwandula lukwazi okokuba ndi NGUYEHOVA, UTIXO walo, olukupileyo elizweni le‐Jipete, ukuba ndihlale pakati kwalo: mna ndi NGUYEHOVA, UTIXO walo.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 29:45-46