Chapa ya Youversion
Ikoni ya Utafutaji

I‐Kesodusi 3:7-8

I‐Kesodusi 3:7-8 XHO1902A

Wati kanjalo UYEHOVA: Ndikolisile ukubona ubunzima babantu bam abase‐Jipete, nokukala kwabo ndikuvile ngenxa yenkosi zabo zomsebenzi; ngokuba intsizi zabo ndizazile. Ndihlile ngoko, ukuba ndibahlangule esandleni sama‐Jipete, nokuba ndibanyuse kwelilizwe baye ezweni elilungileyo nelibanzi, ezweni elela ubisi nobusi; endaweni yabo aba‐Kanane, nama‐Hete, naba‐Amori, nama‐Perizi, nama‐Hivi, nama‐Yebusi.

Mipango ya Kusoma Bila Malipo na Ibada zinazohusiana na I‐Kesodusi 3:7-8