I‐Genesise 49:3-4
I‐Genesise 49:3-4 XHO1902A
Rubene! ungowamazibulo wam wena, amandla am, nokuqala kwokwomelela kwam; indluliselo yobungangamsha, nendluliselo yobukulu; upupuma nje njengamanzi, akuyi kudlulisela; ngokuba ubunyukela esililini soyihlo wako; wandula ukusinco̔lisa: wenyuka yena pezu kwomandlalo wam.