1
ULUKA 15:20
IZIBHALO EZINGCWELE
Wesuka weza kuyise. Ke kaloku, akubon' ukuba usekude lee, uyise wambona, wasikwa yimfesane, wagidima, wawa entanyeni yakhe, wamanga.
ஒப்பீடு
ULUKA 15:20 ஆராயுங்கள்
2
ULUKA 15:24
Ngokuba lo nyana wam ubefile, wabuya waphila; ubelahlekile, wafunyanwa. Baqala ke ukuba nemihlali.
ULUKA 15:24 ஆராயுங்கள்
3
ULUKA 15:7
Ndithi kuni, ngokukwanjalo kuya kubakho uvuyo emazulwini ngomoni eba mnye oguqukayo, kunamashumi asithoba anesithoba amalungisa, angaswele nguquko.
ULUKA 15:7 ஆராயுங்கள்
4
ULUKA 15:18
Ndiya kusuka ndiye kubawo, ndithi kuye, Bawo, ndonile kuwo amazulu, nasemehlweni akho.
ULUKA 15:18 ஆராயுங்கள்
5
ULUKA 15:21
Wathi ke unyana kuye, Bawo, ndonile kuwo amazulu, nasemehlweni akho; andisafanele kubizwa ngonyana wakho.
ULUKA 15:21 ஆராயுங்கள்
6
ULUKA 15:4
Nguwuphi na umntu kuni othi, enekhulu lezimvu, ize kulahleke enye kuzo, angazishiyi ezingamashumi asithoba anesithoba entlango, asinge kuleyo ilahlekileyo, ade ayifumane?
ULUKA 15:4 ஆராயுங்கள்
முகப்பு
வேதாகமம்
வாசிப்புத் திட்டங்கள்
காணொளிகள்