1
ULUKA 24:49
IZIBHALO EZINGCWELE
Yabonani, mna ndilithumela kuni idinga likaBawo; ke nina hlalani kuwo umzi oyiYerusalem, nide nambathiswe amandla aphuma enyangweni.
ஒப்பீடு
ULUKA 24:49 ஆராயுங்கள்
2
ULUKA 24:6
Akakho apha, uvukile; khumbulani ukuthetha kwakhe kuni, oko ebesekwelaseGalili, esithi
ULUKA 24:6 ஆராயுங்கள்
3
ULUKA 24:31-32
Avulwa ke amehlo abo, bamazi; wathi shwaka yena kubo. Batshono ukuthi, Intliziyo yethu ibingavuthi na ngaphakathi kwethu, xa ebethetha nathi endleleni, naxa ebesityhilela izibhalo?
ULUKA 24:31-32 ஆராயுங்கள்
4
ULUKA 24:46-47
wathi kubo, Kubhaliwe ngokunjalo, umelwe ngokunjalo uKristu kukuthi eve ubunzima, abuye avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu; nokuba kuvakaliswe egameni lakhe inguquko noxolelo lwezono kuzo zonke iintlanga, kuqalelwa eYerusalem.
ULUKA 24:46-47 ஆராயுங்கள்
5
ULUKA 24:2-3
Balifumana ke ilitye liqengqiwe, lesuka engcwabeni. Bakuba bengenile, àbawufumananga umzimba weNkosi uYesu.
ULUKA 24:2-3 ஆராயுங்கள்
முகப்பு
வேதாகமம்
வாசிப்புத் திட்டங்கள்
காணொளிகள்