1
ULUKA 18:1
IBHAYIBHILE
UYesu wabenzela umzekeliso ukubakhuthaza ukuba bahlale bethandaza bengatyhafi
ஒப்பீடு
ULUKA 18:1 ஆராயுங்கள்
2
ULUKA 18:7-8
Ngaba yena uThixo akayi kubaphindezelela na abanyulwa bakhe abakhala kuye imini nobusuku? Akayi kukhawuleza na ukubanceda? Ngenene, uya kubaphindezelela kamsinya. Kodwa ke, akufika yena *uNyana woLuntu, ngaba wolufumana na ukholo ehlabathini apha?”
ULUKA 18:7-8 ஆராயுங்கள்
3
ULUKA 18:27
Waza uYesu wathi: “Oko aba umntu akunakwenzeka, kunokwenziwa nguThixo.”
ULUKA 18:27 ஆராயுங்கள்
4
ULUKA 18:4-5
Kwaba mzuzu engavumi, kodwa kamva waqiqa esithi: ‘Nakuba ndingamoyiki uThixo, ndingahloneli namntu, noko, ngenxa yokuba lo mhlolokazi endikhathaza, ndomgwebela ndimkhulule, hleze ndide ndikruquke nguye.’ ”
ULUKA 18:4-5 ஆராயுங்கள்
5
ULUKA 18:17
Ndithi kuni, inene, othe akakuthobela njengomntwana ukulawulwa nguThixo, soze abuve ubuncwane bolo lawulo.”
ULUKA 18:17 ஆராயுங்கள்
6
ULUKA 18:16
Ke yena uYesu wazibizela kuye iintsana, esithi: “Bayekeni abantwana beze kum, ningabanqandi, kuba ábalawulwa nguThixo ngabanjengabo.
ULUKA 18:16 ஆராயுங்கள்
7
ULUKA 18:42
Wathi kuyo uYesu: “Kulungile ke, bona! Ukholo lwakho lukuphilisile.”
ULUKA 18:42 ஆராயுங்கள்
8
ULUKA 18:19
UYesu wathi kuye: “Kutheni usithi ndilungile nje? Akukho mntu ulungileyo. Mnye kuphela olungileyo: nguThixo.
ULUKA 18:19 ஆராயுங்கள்
முகப்பு
வேதாகமம்
வாசிப்புத் திட்டங்கள்
காணொளிகள்