1
ULUKA 24:49
IBHAYIBHILE
Niyabona, mna ndilinika nina idinga likaBawo. Ze nihlale ke eJerusalem nide nixhotyiswe ngamandla avela phezulu.”
ஒப்பீடு
ULUKA 24:49 ஆராயுங்கள்
2
ULUKA 24:6
Akakho apha, uvukile.] Khumbulani awakuthetha kuni esekwelaseGalili
ULUKA 24:6 ஆராயுங்கள்
3
ULUKA 24:31-32
Aqabuka amehlo abo, bamazi. Wathi shwaka yena kubo. Baza bathi omnye komnye: “Iintliziyo zethu bezingavuthi na luvuyo xa ebethetha nathi endleleni esityhilela iziBhalo?”
ULUKA 24:31-32 ஆராயுங்கள்
4
ULUKA 24:46-47
wathi kubo: “Kubhalwe kwathiwa *uKrestu umelwe kukuthi eve ubunzima, abuye avuke kwabafileyo ngomhla wesithathu. Kukwabhalwe kusithiwa zothi egameni lakhe zivakaliswe kuzo zonke iintlanga iindaba zenguquko noxolelo lwezono, kuqalelwa eJerusalem.
ULUKA 24:46-47 ஆராயுங்கள்
5
ULUKA 24:2-3
Balifumana ilitye liqengqiwe, lisusiwe engcwabeni. Bakuba bengenile, abawufumananga umzimba weNkosi uYesu.
ULUKA 24:2-3 ஆராயுங்கள்
முகப்பு
வேதாகமம்
வாசிப்புத் திட்டங்கள்
காணொளிகள்