1
EYEZIQALO 11:6-7
IBHAYIBHILE
waza wathi: “Xa aba bantu beluhlanga olunye, bekwantetho-nye, sebeqala ngokwenjenje, abanakuxakwa nayintoni na abafuna ukuyenza. Yizani sihle, ulwimi lwabo silwenze lube yingxuba-kaxaka, khon' ukuze bangevani ngentetho.”
సరిపోల్చండి
EYEZIQALO 11:6-7 ని అన్వేషించండి
2
EYEZIQALO 11:4
Bathi ke: “Masakhe isixeko, senze nenqaba enencopho eya kutsho esibhakabhakeni, ukuze sibe negama nathi, singathi saa elizweni.”
EYEZIQALO 11:4 ని అన్వేషించండి
3
EYEZIQALO 11:9
Kwathiwa eso sixeko yiBhabheli, kuba kaloku uThixo wasuka wayenza ingxuba-kaxaka intetho yabantu. Ukusuka apho abantu bathi saa elizweni.
EYEZIQALO 11:9 ని అన్వేషించండి
4
EYEZIQALO 11:1
Ngelo xesha abantu elizweni babethetha ulwimi olunye, besebenzisa namagama afanayo ezinto.
EYEZIQALO 11:1 ని అన్వేషించండి
5
EYEZIQALO 11:5
*UNdikhoyo wehla weza kusibona eso sixeko babesakhile nenqaba leyo
EYEZIQALO 11:5 ని అన్వేషించండి
6
EYEZIQALO 11:8
Wabathi saa elizweni uNdikhoyo, àbasakha neso sixeko.
EYEZIQALO 11:8 ని అన్వేషించండి
హోమ్
బైబిల్
ప్రణాళికలు
వీడియోలు