1
I‐Genesise 5:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waye u‐Enoki wahamba NOTIXO; wada akabi sabiko, ngokuba UTIXO emsusile.
సరిపోల్చండి
I‐Genesise 5:24 ని అన్వేషించండి
2
I‐Genesise 5:22
Waye u‐Enoki wahamba NOTIXO, emveni kwokuzala kwake u‐Metushela, iminyaka yamakulu matatu, wazala onyana nentombi.
I‐Genesise 5:22 ని అన్వేషించండి
3
I‐Genesise 5:1
NASI isibalelwa sezizukulwana zika‐Adame. Emhleni UTIXO wamdala umntu, wamenza ngemfuzo KATIXO.
I‐Genesise 5:1 ని అన్వేషించండి
4
I‐Genesise 5:2
Wabadala indoda nomfazi, wabatamsanqela, wababiza ngegama elingumntu, ngomhla wokudalwa kwabo.
I‐Genesise 5:2 ని అన్వేషించండి
హోమ్
బైబిల్
ప్రణాళికలు
వీడియోలు