← Plans
IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne UMATEYU 4:4
![Ngaba Ngokwenene Ndinokusoyisa Isono Nesilingo?](/_next/image?url=https%3A%2F%2F%2F%2Fimageproxy.youversionapistaging.com%2Fhttps%3A%2F%2Fs3.amazonaws.com%2Fyvplans-staging%2F20280%2F640x360.jpg&w=1920&q=75)
Ngaba Ngokwenene Ndinokusoyisa Isono Nesilingo?
Iintsuku ezi-5
Ngaba wakha wazibuza, ukuba “Kutheni ndisajijisana nesi sono?” Kwanompostile uPawulos wathetha njalo kwabaseRoma 7:15: “Kuba oko ndikwenzayo andikwazi mna; kuba endikuthandayo, oko andikwenzi; endikuthiyayo, oko ndiyakwenza.” Sisinqanda njani isono ekubeni sithintele ubomi bethu basemoyeni? Ngaba kunako ukwenzeka? Masixoxe ngesono, isihendo, uSathana, kwaye, ngombulelo, ngothando lukaThixo.